Jump to content

I-CNN

Livela

Iindaba ezihamba ngobuxhakaxhaka bee-Cable zaapapashwa okokuqala emoyeni kumabonakude ngomhla woku-1 kwinyanga yesSilimela ngo-1980.  Iindaba zokuqala ezaapapashwa ngobuxhakaxhaka be-Cable zaphehlelelwa ngu-David Walker nomkakhe uLois Hart.[1] Kunyaka wayo wokuqala i-CNN iqeshe iingcali zopolitiko ezininzi, eziquka u-Rowland Evans noRobert Novak.[2][3][4]ONgomhla woku-1 kweyomQungu ngo-1982 i-CNN yaaphehlelela umzila omtsha wokusasaza iindaba okwazalana nayo kodwa wonalo iqonga leengxoxo okanye iqonga lokuphawula libizwa ngokuba yi-CNN2.[5] Iinkqubo zosasazo ezikumakomkhulu e-ziko leCNN eAtlanta, okanye, okanye kwi-Time Warner Center kwisixeko sase-New York, okanye kwi-studios e-Washington, D.C., nase-Los Angeles. I-CNN yeye-Time Warner, kunye nomzila weendaba zase-U.S.  ukwayinxalenye ye-nkqubo yosasazo yakwa-Turner.[6]

I-CNN ibisoloko igxijwa rliZiko langasekunene eliphanda ngoSasazo ngokuthi i-CNN yenzelelela iphiko langasekhohlo.[7] [8] Ngokwela ziko, alikho kangako kwicala langasekhohlo xa kuthelekiswa nezahlulo nesahlulo seendaba zakwa ABC, NBC, kunye nakwa-CBS.[9] Ibisoloko igxijwa ngamaArabhu ngokukhokhelisa ukwenzelelelela imelika. .[10]

Amanye amaphepha azalana nala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • U-Larry King
  • U-Michael Smerconish
  • U-Rowland Evans
  • U-Robert Novak
  • U-Ted Turner

Amanye amaphepha anokufundwa[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]