Jump to content

I-CNN

Livela
Revision as of 08:26, 23 EyoKwindla 2016 by Nomden (inthetho | Igalelo) (added new topic)
(diff) Inguqulelo endala | Latest revision (diff) | Newer revision → (diff)
i-logo ye-CNN

Ubuxhakaxhaka beengcingo zokuhambisa iindaba (i-CNN) ngumzila weengcingo zikamabonakude waseMelika wokuhambisa iindaba ngomzila kamabonakude. Wafunyanwa ngo-1980 ng[uTed Turner]].[1][2] Iindaba eziza ngobuxhakaxhaka beengcingo zaqala ukuphalazwa emoyeni ngomabonakude ngomhla woku-1 kuJuni, ngo-1980. indaba eziza ngobuxhakaxhaka beengcingo bathi baphehlelelwa nguDavid Walker nomkakhe uLois Hart.[3] Kunyaka wokuqala i-CNN yaakhweba iingcali zezopolitiko ezininzi, ziquka u-Rowland Evans kunye noRobert Novak.[4][5][6] Ngomhla woku-1 kuJanyuwari, ngo-1982 i-CNN yaaphehlelela omnye umzila weendaba okwafana nalo nowawuneeyure ezingama-24 ungenazingxoxo zamiboniso ungenayo nemiboniso yokuphawula ebizwa ngokuba ngokuba y-i-CNN2.[7] Iinkqubo zosasazo lwe-CNN ezisuka koondlunkulu abakwiziko le-CNN e-Atlanta, okanye ezivela kwiziko le-Time Warner kwisixeko sase-New York, okanye kwi-studios zase-Washington, D.C., nase-Los Angeles. I-CNN yekaTime Warner, nomzila wendaba zase-U.S. iyinxalenye ye-Turner Broadcasting System.[8]

I-CNN ibisoloko igxekwa ngabephiko lasekunene iziko le-Media Research ngokuba ibenephiko langasekhohlo bias.[9] [10] Ngokwelaa ziko, lingeneno ngakwicala lasekhohlo kunezahlulo esitsha zeendaba ze-ABC, NBC, ne- CBS.[11] Iye yagxekwa ngamaArabhu ngokuthi ibe nonyawo lwemfene lwaseMelika. [12]

amaphepha azalana nala

Izalathiso

  1. Reese Schonfeld Bio. (January 29, 2001) MeAndTed.com. Retrieved 2007-06-18.
  2. Charles Bierbauer, CNN senior Washington correspondent, discusses his 19-year career at CNN. (May 8, 2000). CNN.com. Retrieved 2007-06-18.
  3. CNN Press Room CNN's First Broadcast June 1, 1980 http://cnnpressroom.blogs.cnn.com/2011/06/01/cnns-first-broadcast-june-1-1980/
  4. The Telegraph May 16, 1981 On the Cable CNN is a 24 hour video newspaper by Tony Seideman http://news.google.com/newspapers?nid=2209&dat=19810516&id=P6krAAAAIBAJ&sjid=IP0FAAAAIBAJ&pg=4291,3826132
  5. Cable News to Air Sunday Associated Press May 29, 1980 http://news.google.com/newspapers?nid=1454&dat=19800529&id=v8gsAAAAIBAJ&sjid=RhMEAAAAIBAJ&pg=7138,6800547
  6. Turner, Ted Call me Ted https://books.google.com/books?id=O8bQBgj2znwC&pg=PT126&dq=phyllis+schlafly+cnn&hl=en&sa=X&ei=Z4ThVPDHK4P3yQTh-YHAAg&ved=0CC0Q6AEwAg#v=onepage&q=phyllis%20schlafly%20cnn&f=false
  7. Worth Noting August 21, 1981 St. Petersburg Times http://news.google.com/newspapers?nid=888&dat=19810821&id=8Z4oAAAAIBAJ&sjid=OnsDAAAAIBAJ&pg=3119,5087088
  8. Time Warner: Turner Broadcasting
  9. http://townhall.com/columnists/davidlimbaugh/2007/11/30/clinton_news_network/page/full
  10. http://www.mrc.org/biasalerts/clinton-news-network-cnn-promotes-clintons-surprising-pro-gay-marriage-op-ed
  11. http://www.mrc.org/biasalerts/cyberalert-08072001-dazzled-candid-clinton
  12. http://jpupdates.com/2014/08/02/pro-palestinians-protest-outside-cnn-studios-bias-pro-israel-coverage-video/

Ezinye ii-websites

iThemplethi:Tv-stub